107.Almsgiving

  1. Umbonile na lowo uphika inkolo
  2. Lowo ngulowo uphatha kakubi inkedama
  3. Ongakhuthazi kondliwa kwamahlwempu
  4. Yeha kubakhonzi
  5. Abangenankathalo ngemithandazo yabo
  6. Abanqwenela ukubonwa (ngabantu xa besenza izenzo zabo zonqulo)
  7. (Kodwa) besala namancedwana amancinane (eentswelo zobumelwane)