109.The Disbelievers

  1. Yithi: Hini na nina bangakholwayo
  2. Andikunquli oko nina nikunqulayo
  3. Nibe nani anikunquli oko mna ndikunqulayo
  4. Kanti nam andiyi kukunqula oko nina nikunqulayo
  5. Ukanti nani aniyi kukunqula oko mna ndikunqulayo
  6. Nina ninenkolo yenu nam ndinenkolo yam