111.The Palm Fibre

  1. Mazitshabalale zombini izandla zika-Abû Lahab, (naye) atshabalale
  2. Ubutyebi bakhe nabantwana bakhe bungamncedi nganto
  3. Uza kutsha edangatyeni loMlilo odwanguzayo
  4. Nomfazi wakhe, umthwalikazi weenkuni
  5. Entanyeni yakhe uya kuqanyangelwa ngentambo yomthi wesundu